Thu
Thu
Thu
Thu

George

Thursday°C
Thu
Thu
Thu
Thu

Wilderness

Thursday°C
Thu
Thu
Thu
Thu

Uniondale

Thursday°C
Thu
Thu
Thu
Thu

Haarlem

Thursday°C

Important numbers

Electricity044 874 3917
Water / Sanitation044 801 9262/9266
Fire 044 801 6311
Refuse Removal044 802 2900
Traffic / Licence044 878 2400 / 044 801 9315
George Law Enforcement044 801 6350
GO GEORGE Call Centre0800 044 044
George Municipality Switchboard044 801 9111
Hide -
Published: 02 Aug 2017Title: 2C Water Restrictions Status: Follow this link to find out what the 2C Water Restrictions are that apply to you http://www.george.gov.za/emergency-tariffs-and-tougher-restrictions-george-dam-drops-45
Published: 26 Apr 2017Title: Municipal MoneyStatus: Municipal Money is a website for ratepayers to review how municipal money is spent. Please follow the link: https://municipalmoney.gov.za/
Published: 12 Oct 2016Title: Dam Level And Rainfall For The WeekStatus: Reading taken on 15th August 2017 Dam Level: 42.02% Rainfall for the week: 18.5mm (from 10 August 2017) Damvlak: 42.02 % Reënval vir die week: 18.5 mm (vanaf 10 August 2017)
3
Home 3Contact usShow

Weather

George
Thursday°C
Thu
Thu
Thu
Thu

Weather

Wilderness
Thursday°C
Thu
Thu
Thu
Thu

Weather

Uniondale
Thursday°C
Thu
Thu
Thu
Thu

Weather

Haarlem
Thursday°C
Thu
Thu
Thu
Thu

Important numbers

Electricity 044 874 3917
Water / Sanitation 044 801 9262/9266
Fire 044 801 6311
Refuse Removal 044 802 2900
Traffic / Licence 044 878 2400 / 044 801 9315
George Law Enforcement 044 801 6350
GO GEORGE Call Centre 0800 044 044
George Municipality Switchboard 044 801 9111
31 March 2016

IDP 2016

Have your say!

The objectives of these engagements with the public are:

- To provide feedback on progress made on existing projects and share information on future projects; and

- To afford the communities an opportunity to engage with the Municipality on matters pertaining to service delivery.

According to the Executive Mayor, Aldm.Charles Standers the Integrated Development Plan is a plan for the entire city of George and as the needs reflected in the IDP also shape the budget for the municipality, it is a very important document that affects every resident. “Therefore public comment and input is so important, he said.”Resident’s priorities can be identified and decisions can be taken on how to meet those needs with the resources available. While not all projects will make it onto the budget it must be remembered that there are other ways in which some of these needs can be met, for example through the annual R100 000 allocated to each ward.

“Public Participation is an integral part of local democracy and the involvement of communities and community organisations in the matters of local government is a priority of municipalities”, said Municipal Manager, Mr Trevor Botha.

The IDP is central to a municipality’s ability to deliver on its mandate and the review process is required to be a transparent and inclusive one. George Municipality would like to encourage all citizens to participate actively in this second round of public participation meetings.

The timetable for ward based meetings starting on the 12th April 2016 will be advertised in local newspapers, on community radio, on the George municipal website and on the George Municipal Facebook page. Flyers will be distributed and in some wards loud hailing will notify residents of the venue, date and time of meetings to be held in the month of April. George Municipality would like you to participate in your future. Attend these meetings and give your constructive input.

 

uYilo loPhuhliso oluManyiweyo – Vakalisa uluvo lwakho!

 Ibhunga leSixeko saseGeorge liphumeze Amaxesha oludwe lwenkqubo oYilo loPhuhliso oluManyiweyo kunye noHlahlo- lwabiwo-mali aya kusebenza ‘njengezicwangciso zokuphumeza injongo’ yokuqwalaselwa kwakhona komnyaka koYilo loPhuhliso oluManyiweyo (IDP) kunye nokuyilwa kohlahlo-lwabiwo-mali. Amaxesha oludwe lwenkqubo alatha uTshazimpunzi 2016 njengenyanga apho uMasipala waseGeorge aya kuqalisa ngayo umjikelo wesibini wothatho- nxaxheba lukawonke-wonke kuzo zonke iiwadi ezingama-25 ngokweenjongo zabo zolawulo olulungileyo eGeorge.

Iinjongo zezi ntlanganiso kunye noLuNtu ku:

- Kunikezela ngempendulo ngenkqubela eyenziweyo kwiiprojekthi ezikhoyo kunye nokwabelana ngolwazi ngeeprojekthi zexesha elizayo; kunye

- Nokunikezela ngethuba kuluNtu lokuhlangana noMasipala ngemiba ephathelene nonikezelo lweenkonzo.

NgokukaSodolophu oLawulayo, uCeba Charles Standers uYilo loPhuhliso oluManyiweyo sisicwangciso sesixeko saseGeorge siphela kwaye njengoko izidingo ezibonakaliswe kwi-IDP zikwabumba uhlahlo-lwabiwo-mali lukamasipala, luxwebhu olubaluleke kakhulu oluchaphazela wonke umhlali. ‘ Ngoko ke uluvo lukawonke-wonke lubalulekile, utshilo.’Izinto ezifumana ilungelo lokuqala kubahlali zingalathwa kwaye izigqibo zingathathwa ngendlela ekunganeliswa ngazo ezo zidingo ngemithombo efumanekayo. Ngexa ingezizo zonke iiprojekthi eziya kuba nokufikelela kuhlahlo-lwabiwo-mali kufanele kukhunjulwe ukuba kukho ezinye iindlela apho ezi zidingo zinganeliswa khona, umzekelo nge-R100 000 elabiwa kwiwadi nganye ngomnyaka

 “Uthatho nxaxheba lukawonke-wonke  yinxenye yezinye ezibalulekileyo  kwidemokrasi yasekhaya kunye nokubandakanywa koluNtu kwaye imibutho yoluNtu kwimicimbi karhulumente wasekhaya  yinto efumana ilungelo lokuqala koomasipala’, utshilo uMphathi kaMasipala, uMnu Trevor Botha.

I- IDP ibalulekile ekubeni umasipala abe nako ukunikezela ngokogunyaziso lwakhe kwaye inkqubo yokuqwalasela kwakhona kufuneka ibonakale kwaye ibe yequkayo. UMasipala waseGeorge angathanda ukukhuthaza bonke abemi ukuba bathathe inxaxheba ngokukhutheleyo kumjikelo wesibini wama-2016 weentlanganiso zothatho-nxaxheba lukawonke-wonke kuma-2015.

Isicwangciso samaxesha esisekelwe kwintlanganiso zeewadi eziqala ngomhla we-12 kuTshazimpunzi 2016 ziya kwaziswa kumaphepha-ndaba asekhaya, kunomathotholo woluNtu, kwiwebhusayithi kaMasipala waseGeorge kunye nakwiPhepha loBuso beNcwadi likaMasipala waseGeorge. Iincwadana ziyakusasazwa kwaye kwezinye iiwadi izinto zokwandisa ilizwi ziya kusetyenziswa ukwazisa abahlali ngendawo yendibano umhla kunye nexesha leentlanganiso eziya kubanjwa kwinyanga yeDwarha. UMasipala waseGeorge angathanda ukuba uthathe inxaxheba kwingomso lakho. Zimasa ezi ntlanganiso kwaye unikezele ngoluvo lwakho olwakhayo.

 

 

GOP – Sê jou sê!

George Stadsraad het die Geïntegreerde Ontwikkelingsplan (GOP) en Begrotings-tydskedule goedgekeur wat sal dien as ‘n “padkaart” vir die jaarlikse hersiening van die GOP sowel as die opstel van die begroting. In terme van die Munisipale doelstelling van goeie regering in George, is April 2016 geïdentifiseer as die maand waarin George Munisipaliteit met die tweede rondtes van openbare deelname in al die 25 wyke sal begin.

Die doelwitte van hierdie interaksie-sessies met die publiek is:
-  Om terugvoer oor vordering wat gemaak is op die bestaande projekte te voorsien en inligting oor toekomstige projekte te deel; en
-Die gemeenskappe die geleentheid te bied om betrokke te raak en insette aan die munisipaliteit te lewer oor sake rakende dienslewering.

Volgens Uitvoerende Burgemeester, Rdh. Charles Standers, is die Geïntegreerde Ontwikkelingsplan 'n plan vir die hele stad van George en aangesien die behoeftes wat in die GOP geïdentifiseer word ook die basis vir die begroting vorm ,is dit 'n baie belangrike dokument vir elke inwoner. “Daarom is openbare kommentaar en insette so belangrik”, het hy gesê. Inwoners se prioriteite kan geïdentifiseer word en besluite kan geneem word oor hoe aan daardie behoeftes voldoen kan word, met die hulpbronne wat beskikbaar is. Terwyl nie alle projekte op die begroting geakkommodeer kan word nie, moet daar onthou word dat daar ander maniere is waarin sommige van hierdie behoeftes voldoen kan word, byvoorbeeld deur middel van die jaarlikse R100 000 wat aan elke wyk toegestaan word.

“Openbare deelname is 'n integrale deel van die plaaslike demokrasie en die betrokkenheid van gemeenskappe en gemeenskapsorganisasies in die sake van plaaslike regering is 'n prioriteit van munisipaliteite” volgens die Munisipale Bestuurder, Mnr Trevor Botha.

Die GOP is sentraal tot 'n munisipaliteit se vermoë om aan sy mandaat te voldoen en die hersieningsproses moet deursigtig en inklusief wees. George Munisipaliteit wil graag alle burgers aanmoedig om aktief deel te neem aan hierdie tweede rondte van openbare deelname vergaderings.

Die rooster vir wykgebaseerde vergaderings wat op 12de April 2016 begin,  sal in plaaslike koerante,oor  die gemeenskapsradio, op die George munisipale webwerf en op die George Munisipale Facebook-bladsy geadverteer word. Pamflette sal versprei word en in sommige wyke sal die plek, datum en tyd van vergaderings uitgesaai word om die inwoners in kennis te stel. George Munisipaliteit wil graag hê u moet deelneem in u toekoms. Woon hierdie vergaderings by en gee u konstruktiewe insette.

Last published 31 March 2016